Centane residents need more police vans

Centane – Community members from Nombanjana location, in Centane, have appealed to the South African Police Services (SAPS) to assist them with police vans, since their community is serviced by only two vehicles. One of the community members, Vuyo Flente, said their district consisted of 44 locations. He said if there was a problem, they were forced to wait for a long time before the van arrives. Flente said this was one of the problems which resulted in a high rate of crime in their area. “We are serviced by…

Qhubekeka ufunda

Ndize ngenyawo eDutywa ndisuka eRhawutini

Dutywa – Indoda elitsha ntliziyo ethe yahamba intsuku ezingamshumi amabini ubusuku nemini.Le ndoda isuke eWits yaza eDutywa ngenyawo.Isuke nge 30 kulenyanga siyishiyayo yazogaleleka ngentseni yanamhlanje. UThami Manganya noyinzalelwane yase Dutywa.Uthathe uhambo lentsuku ngelokuba abatyali zimali banikele ngemali Wenze olohambo ukuba ubani nobani anikele ngemali ukuze enze imali engange R1.28 Million ezonikelwa kwabo basweleyo.Le mali iya kweze mfundo nezemidlalo kwiphondo laseMpuma Koloni. Lemali kwezeMfundo izakuthenga 50 Computers kwizikolo ezilishumi(10) 500 Calculators 500 School bags 250 Pair of shoes 1000 sanitary towels(girls) Data and application fees to Matriculants Ezemidlalo kunikelwe ngeR200 000…

Qhubekeka ufunda