I Diski nge Festive tournament

Willowvale – It has been confirmed that iDiski Nge Festive presents it’s second annual tournament. Venue : Willowvale (Ngadla at Sea Birds Sports Ground next to Ngadla J. S. S) Date: From 22 December 2021 till 25 December 2021. Affiliation fee: R500 each team Teams :16 teams expected Prices : Soccer Kit, Trophies, Medals Player of the tournament and Top goal scorer. The tournament will be played as group stages, remember you secure your place by paying your affiliation fee. NB: Prices will depend on a number of registered teams if…

Qhubekeka ufunda

Tenza Beach ivaliwe ngamagosa ezendalo

Gatyana – Kuzindonga eziyingozi yonke indawo kuTenza elwandle, sicela sinqandane singasondeli, isimo sinobungozi. Izolo sothuswe ngumonakal’ omkhulu owenziwe ngamagosa esebe lakwa Environmental Affairs agrumbe imisele emikhulu enobungozi kwiphulo lokuvala i Tenza Beach. Kuvalwa lendawo ngaphandle kothethwano neenkosi, umasipala nabasebenzisi bolwalwandle. Sonke sisamangekile. Kubantu abacinga ukuya kolwalwandle ngakumbi abantu abadala nabahamba nabantwana, siyacela silumkisa, sanukuya kuTenza okwangoku. Amagosa akwa Environmetal Affairs avalile, isizathu sisakhangelwa zinkosi namakomkhulu. Xa kukho utshintsho sophinda sazise. Isimo esikulandawo sinobungozi nakwimfuyo, amafama mawajonge ezinye indawo anokhaphelela kuzo imfuyo. Izolo sikhuphe nenkomo eyoyele kulamisele. Kumsebenzi ophethwe ngabantu abaninzi…

Qhubekeka ufunda