Close and Personal

COF’ APHA UKUPHENDUL’ IMIBUZO

 

Nantsi imibuzo yodliwanondlebe “Up Close and Personal” kwakunye nemvumi eziphuma phantsi ko Masipala wase Mbhashe. Sinika iqonga iimvumi ezisakhulayo ukuze zaziwe luluntu lwase Mbhashe nangaphaya kwemida yalo. Olu dliwanondlebe sakuthi silupapashe kwiphephandaba lethu le intanethi elibizwa Mbhashe News kwakunye nakumaqonga ethu esocial media. Ngokugcwalisa elixwebhu usinika igunya lokupapasha konke okuqulathwe zimpendulo zakho kwakunye nemifanekiso yakho. Gcwalisa elixwebhu ukuze onontatheli bethu bahlengahlengise ukuze babhale inqaku ngawe njengemvumbi esakhulayo yase Mbhashe.

Cofa kweli qhosha  “uDliwanondlebe” wandule ukuphendula yonke imibuzo, uthumelene sithombe sakho.