The Art of Science Competition 2022

WIPISA brings to you The Art of Science Competition 2022 for female leaners from Grade R to Grade 8. The Art of Science is a competition that expresses science through art as creative expression can take on many forms. We welcome a variety of artistic media. Grand Prize – (For the school with the most entries) is a laptop to the value of R5000 sponsored by Mazi The Competition is open female learners from Grade R – Grade 8   WIPISA stand for Women In Physics in South Africa For more information please contact: wipisa@saip.org.za…

Qhubekeka ufunda

Prospect Academy Finishing School

Advert: Ungumfundi obebhale ibangaleshumi kunyaka ophelileyo? Ingaba iziphumo zakho ziwe nganeno kunoko ubukulindele okanye khange uvele nokuvela kumqulu wabo baphumeleleyo? Ungalahl’ ithemba iProspect Academy Finishing School ikhona ukuze ifezekise amaphupho neminqweno yakho. IProspect Academy Finishing School inikezela ngezizifundo zilandelayo: Maths, Physics, English, Life Science, Geography, kwakunye ne Agriculture. Isifundo (Subject) ngasinye sixabisa i R200, Faka isicelo sakho nge R100, ze ubhalise nge mali engange R500. Ngengcombolo ezithe qabavu qhagamshelana nathi kwezinombolo zilandelayo: 083 470 5554 okanye 083 797 3559. email: prospecta2022@gmail.com. Ungathi ugcwalise ixwebhu lesicelo kule dilesi:http://www.lkeducentre.co.za/Apply-Online.php kungenjalo iform kule dilesi: http://www.lkeducentre.co.za/downloads/Application_Form.pdf Sifumaneka…

Qhubekeka ufunda

Ikamvalethu Academy

Advert: Ingaba ufuna ukuphucula iziphumo zakho zebanga leshumi okanye ufuna ithuba lesibini lokuba uphinde uzibhale? Khusela ikamva lakho, ngokuthi uqhangamshelane nabase Ikamva Academy ngenkcukacha ezithe qabavu. Bakwanazo ne class ezongezelelweyo ukusuka ku Grade 10 ukuya ku Grade 12 nge migqibelo. Tsalela kulenombolo: 065 830 9515 email: ikamvalethuacademy@gmail.com Bafumaneka eNtyantyambo Primary School, Sir George Grey Street, Gqeberha 6205  

Qhubekeka ufunda