Kuzobanjwa umdyarho ka Dlekhwina ku Mahasana

Mahasana – Sivuyela inyanga yamagugu kumbhanti kaDlekhwina.* Niyamenywa kwakhona kumcimbi wenyanga yamagugu esizwe, sikhumbula eMbo apho sivela khona. Sidibana emcimbini wamagugu nge25 September 2021 kumabala ombhanti akuMahasana kuGatyana, kuyaqalwa ngo10 kusasa. Artists zolinikwa ithuba zonwabise abantu. Ukuba ungumthengisi yhiza umise iqonga lakho uthengise wonwabe nathi. Inkcukacha ezithe vetshe sibambe emxebeni. Mna ndifumaneka ku: 082 894 5772 okanye uMnumzana uNosilela ku 073 004 0312. On behalf of*Dlekhwina Horse Racing Club*WILLOWVALE

Qhubekeka ufunda

I Diski nge Festive tournament

Willowvale – It has been confirmed that iDiski Nge Festive presents it’s second annual tournament. Venue : Willowvale (Ngadla at Sea Birds Sports Ground next to Ngadla J. S. S) Date: From 22 December 2021 till 25 December 2021. Affiliation fee: R500 each team Teams :16 teams expected Prices : Soccer Kit, Trophies, Medals Player of the tournament and Top goal scorer. The tournament will be played as group stages, remember you secure your place by paying your affiliation fee. NB: Prices will depend on a number of registered teams if…

Qhubekeka ufunda