Ugwayimbo lwabahlali lunqunyanyisiwe ku Mahasana

Ngu: Mfundo Mpathani

Gatyana – Emva kwentlanganiso noMEC wezothutho ikomiti ebikhokhele ugwayimbo lwabahlali ikunye nabahlali bathathe isigqibo sokuba lumiswe ugwayimbo ukunika ixesha kwisivumelwano ngenkqubo ezokhokhelwa ngusodolophu wase Mbhashe ukusuka kule veki izayo. Indlela zivuliwe.

Inkcukacha ezithe vetshe zingafumaneka ku: Mr Ntunja: 0635775882

Amanye Amanqaku