Uzakuba Nodliwanondlebe Ku Mhlobo Wenene uNasizo Mndende

Xhorha – Uzakuba nondliwanondlebe kwisikhululo sosasazo uMhlobo Wenene FM uNasizo Mndende wase Xhorha kwinkqubo ethi iMfundo ngezentlalo ngo Mvulo umhla wamashumi amabini 20 Disemba 2021, ixesha  malunga nemizuzu emihlanu emva kwentsimbi yesithoba – 21:05 ngokuhlwa ungaphoswa.

Amanye Amanqaku